In this Xhosa book you will get whats below.
Isiqendu sokuqala.
1. Owesisu esihambisayo nokungondleki emfuyweni nentshulube.
2. Imbiza yesisu esibuhlungu.
3. Xa ufuna ukuphelisa ukuhambisa.
4. Owokuthoba i(pressure).
5. Owokunyanga xa efe icala.
6. Ephelisa iintlungu.
7. Owamahlaba.
Isiqendu sesibini.
1. Isifo sokudumba kwamalungu ( Gout ).
2. Amayeza anqanda ukwenzeka kwe(Xanthine oxidase) engumxube ofunekayo emzimbeni ukuze umzimba ukwazi ukwenza i(Uric acid) yona yile ithi xa ininzi egazini umntu abene(Gout) nee(Kidney stones).
3. Ukopha kakhulu ngexesha lokubasezigemini.
4. Ingxaki zesondo kubantu abangomama( Sexual problems in women ).
5. Ukungazali kubantu abangotata ( Male Infertility ).
6. Ukungazali kubantu abangomama.
7. Amaqhakuva angama dyungudyungu aphuma encanceni nakwinyo ashiya kukho izilonda(Herpes Simplex)(HSV type1)(HSVtype2).
Isiqendu sesithathu.
(Alfalfa)
i ( Black cohosh )
Tea plant/Camellia sinensis
i (Chaste berry)
(Damiana/Turnera diffusa)
i(Dandelion leaf) kuthiwa yi(Taraxacum officinale in Botany)Irhabe lenkomo
i (Dong quai)
i (Flaxseed oil)
Ijinja (Ginger)
i ( Ginkgo biloba )
i (Ginseng) le iyi (panax )
Unyongwana (Gotu kola).
i (Hawthorn)
Lemon balm, sweet balm, Melissa officinalis.
i ( Liquorice )
i (Milk thistle)
(Motherwort herb ,Leonuri cardiacae herba, Herzhespannkraut.)
Imbabazane, irheledwane, iRhawu ( Nettle )
(Peony/Paeonia suffruticosa)
i (Rosemary leaf)
i (St John's wort)
i (Tea tree oil)
i (Wild yam)
(Winter cherry/Withania somnifera/Ashwagandha)
Isiqendu sesine.
1. Owokubiza ngomoya (ngowokubiza).
2. Owentlahla.
3. Uphuncuka bemphethe.
4. Owobiza umntu.
5. Intelezi.
6. Iisibunge.
7. Owokukhupha ifufunyana.
8. Owokwenza ulibaleke ezintshabeni.
9. Owokuthiya endlini kungangeni izinto ezimdaka.
Umzekelo obonisa indlela abhalwe ngayo amayeza akwisiqendu sesithathu. ( A sample of how medication on chapter three appears).
i(Dandelion leaf) kuthiwa yi(Taraxacum officinale in Botany)Irhabe lenkomo
Imisebenzi yayo:
: Iyi(Diuretic) lonto ithetha ukuba ikwenza uchame qho, ukuchama qho kuyanceda ekuthobeni i(High blood pressure).
: Inceda kwingxaki yesibindi esidumbileyo.
: Iyanceda ekucoleni ukutya ngokukhupha inyongo esibindini nakwisingxobo sesibindi, iyanceda ekunqandeni ubukho bamatye esibindi.
: Inceda ekunyangeni i( Endometriosis) esisigulo esenza umntu abenobunzima ukufumana abantwana, futhi iyanceda naxa ubanesiluma kakhulu xa esezigemini.
Isilumnkiso:
: Lomthi awusetyenziswa ngumntu onengxaki yokuba namatye esibindini, uwusebenzisa ukukhusela ukuba angabikho kodwa hayi xa selekhona.
Imilinganiselo:
: Ngu (4-10g) womgubo walendawo iphume ngaphandle ixubene nentyatyambo hayi ingcambu kathathungemini uyigalele kwi komityi enamanzi abilileyo uyiphunge kathathu ngemini xa uqhinile.
: Xa ufuna ukomeleza isibindi xa sidumbile sinento ekuthiwa yi( hepatitis), naxa unesigulo esenza isiluma nokopha okukhulu kwinyo nokunzinyelwa kukuzala ngenxa ye (endometriosis) itya u (3-4g) womgubo wengcambu kwikomityi yamanzi kanye ngosuku.
: Xa unomlambo ikwabubuthathaka begazi ekuthiwa yi ( anaemia) itya amanzi ( juice) ayo kangange ( teaspoon) rhoqo kusasa uyithobe ngamanzi angange ( half a glass )lamanzi ayo ayathengiswa kuthiwa xa ebizwa yi(Dandelion liquid extract).
Indlela yokuyitya:
: Ipilisi ene ( dandelion root extract) ungangayityi nokutya okanye uyitye ngako. Akukhonto imbi yaziwayo liyenzayo ebantwini abamithiyo okanye abancancisayo kodwa kuba lichamisa kakulu ( diuretic) kufuneka abantu abancancisayo nabamithiyo bangaliseli okanye bangalityi.
Imisebenzi engalunganga ngeliyeza:
: Xa ityiwe ngapha komlinganiselo iyakwazi ukwenza ishimnca ( skin rash), isisu esixukuzelayo ( apset stomach) okanye ukuhambisa ( diarrhoea). Yeka ukuyisebenzisa ukuba ezimpawu ziye zenzeka futhi lonto uyithethe no Gqirha wakho.
Umongo wolwazi Vol.12: Ovimb'ukhalo, written in Xhosa
📄 Viewing lite version
Full site ›
Price not listed
🛒 Buy New on Amazon 🇺🇸
Book Details
Author(s)Zolani Peter
PublisherZCP Publishers and trading
ISBN / ASINB00QFR13BW
ISBN-13978B00QFR13B6
Sales Rank2,618,048
MarketplaceUnited States 🇺🇸